Eksodus 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+ Duteronomi 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo, Duteronomi 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukuze ningazonakalisi,+ nizenzele umfanekiso oqingqiweyo, wawo nawuphi na umfuziselo, wembonakaliso yendoda okanye ibhinqa,+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+
15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo,
16 ukuze ningazonakalisi,+ nizenzele umfanekiso oqingqiweyo, wawo nawuphi na umfuziselo, wembonakaliso yendoda okanye ibhinqa,+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+