INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ INdumiso 135:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Izithixo zeentlanga yisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Isaya 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+ Isaya 41:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+ Hoseya 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba nalo elo livela kwaSirayeli.+ Lenziwe yingcibi,+ alingoThixo; ke elo thole laseSamariya liya kutyunyuzwa.+
19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+
7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+
6 Kuba nalo elo livela kwaSirayeli.+ Lenziwe yingcibi,+ alingoThixo; ke elo thole laseSamariya liya kutyunyuzwa.+