INdumiso 115:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abo bazenzayo baya kuba njengazo kanye,+Bonke abo bakholosa ngazo.+ Isaya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ilizwe labo lizaliswe ngoothixo abangenaxabiso.+ Baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, koko kwenziwe yiminwe yabo.+ Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+ Habhakuki 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+
8 Ilizwe labo lizaliswe ngoothixo abangenaxabiso.+ Baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, koko kwenziwe yiminwe yabo.+
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+