INdumiso 77:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaba uYehova uya kuqhubeka elahla ukusa kwixesha elingenammiselo,+Yaye ngaba akasayi kukholiswa kwakhona?+ Isaya 49:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa iZiyon yaqhubeka isithi: “UYehova undishiyile,+ kwaye uYehova undilibele.”+ Isaya 60:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Esikhundleni sokuba ube ngoshiywe ngokupheleleyo nothiyiweyo, kungabikho bani udlulayo,+ ndiya kukumisa ube yinto yokuqhayisa ukusa kwixesha elingenammiselo, ukugcoba kwezizukulwana ngezizukulwana.+ Hezekile 37:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ngokubhekisele kula mathambo, wona yindlu kaSirayeli iphela.+ Yabona, bathi, ‘Amathambo ethu omile, nethemba lethu litshabalele.+ Sinqanyulwe.’ Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
7 Ngaba uYehova uya kuqhubeka elahla ukusa kwixesha elingenammiselo,+Yaye ngaba akasayi kukholiswa kwakhona?+
15 “Esikhundleni sokuba ube ngoshiywe ngokupheleleyo nothiyiweyo, kungabikho bani udlulayo,+ ndiya kukumisa ube yinto yokuqhayisa ukusa kwixesha elingenammiselo, ukugcoba kwezizukulwana ngezizukulwana.+
11 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ngokubhekisele kula mathambo, wona yindlu kaSirayeli iphela.+ Yabona, bathi, ‘Amathambo ethu omile, nethemba lethu litshabalele.+ Sinqanyulwe.’
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+