IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 60:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+

  • Zekariya 14:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokuqinisekileyo nina niya kusabela entlanjeni yeentaba zam;+ ngenxa yokuba intlambo yeentaba iya kufikelela eAzeli. Yaye kuya kufuneka nisabe, kanye njengoko nasabayo ngenxa yenyikima yomhlaba ngemihla kaUziya ukumkani wakwaYuda.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wam uya kuza,+ bonke abangcwele bekunye naye.+

  • Mateyu 23:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 ukuze libe phezu kwenu lonke igazi elinobulungisa elaphalazwa emhlabeni,+ ukususela kwigazi lika-Abheli+ olilungisa+ kuse kwigazi likaZekariya unyana kaBharakhiya, enambulalayo phakathi kwengcwele nesibingelelo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share