Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+ INdumiso 46:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 UThixo uyindawo yokusabela namandla kuthi,+Uncedo olufumaneka ngokukhawuleza ekubandezelekeni.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+