Eksodus 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye bonke aba bakhonzi bakho baya kuza ngokuqinisekileyo kum baze baqubude kum,+ besithi, ‘Phuma, wena nabantu bonke abakulandelayo.’ Ndothi ke ndiphume emva koko.” Watsho ephuma kuFaro evutha ngumsindo. INdumiso 86:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndenzele umqondiso othetha ukulunga,Ukuze abo bandithiyileyo bawubone babe neentloni.+Kuba wena, Yehova, undincedile wandithuthuzela.+ Isaya 45:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zisithi, ‘Ngokuqinisekileyo kuYehova bubulungisa obupheleleyo namandla.+ Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye naye baya kuza ngqo kuye baze babe neentloni.+ ISityhilelo 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khangela! Naku endiya kukwenza kwabo bendlu yesikhungu kaSathana abathi bangamaYuda,+ ukanti bengengawo kodwa bexoka+—khangela! ndiya kubenza beze baze baqubude+ phambi kweenyawo zakho yaye ndibenze bazi ukuba ndikuthandile.
8 Yaye bonke aba bakhonzi bakho baya kuza ngokuqinisekileyo kum baze baqubude kum,+ besithi, ‘Phuma, wena nabantu bonke abakulandelayo.’ Ndothi ke ndiphume emva koko.” Watsho ephuma kuFaro evutha ngumsindo.
17 Ndenzele umqondiso othetha ukulunga,Ukuze abo bandithiyileyo bawubone babe neentloni.+Kuba wena, Yehova, undincedile wandithuthuzela.+
24 zisithi, ‘Ngokuqinisekileyo kuYehova bubulungisa obupheleleyo namandla.+ Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye naye baya kuza ngqo kuye baze babe neentloni.+
9 Khangela! Naku endiya kukwenza kwabo bendlu yesikhungu kaSathana abathi bangamaYuda,+ ukanti bengengawo kodwa bexoka+—khangela! ndiya kubenza beze baze baqubude+ phambi kweenyawo zakho yaye ndibenze bazi ukuba ndikuthandile.