Duteronomi 28:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+ INdumiso 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+ IZililo 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ulwimi lowanyayo lunamathele enkalakahleni yakhe ngenxa yonxano.+Abantwana bacele isonka.+ Akukho bani ubabelayo.+
48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+
15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+
4 Ulwimi lowanyayo lunamathele enkalakahleni yakhe ngenxa yonxano.+Abantwana bacele isonka.+ Akukho bani ubabelayo.+