IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yabona, ndinawe yaye ndiya kukugcina kuyo yonke indlela oyihambayo ndize ndikubuyisele kulo mhlaba,+ kuba andiyi kukushiya de ndibe ndikwenzile ngenene oko ndikuthethileyo kuwe.”+

  • INdumiso 94:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+

      Engayi kulishiya nelifa lakhe.+

  • Isaya 42:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ndiya kuhambisa iimfama endleleni ezingayazanga;+ ndizinyathelise endleleni ezingayazanga.+ Ndiya kuyijika indawo emnyama phambi kwazo ibe kukukhanya,+ nendawo emagqagala ibe ngumhlaba othe tyaba.+ Ezi zizinto endiya kuzenzela zona, yaye andiyi kuzishiya.”+

  • Hebhere 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share