INdumiso 97:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mababe neentloni bonke abo bakhonza nawuphi na umfanekiso oqingqiweyo,+Abo baqhayisa ngoothixo abangenaxabiso.+Qubudani kuye, nonke nina bothixo.+ Yeremiya 51:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
7 Mababe neentloni bonke abo bakhonza nawuphi na umfanekiso oqingqiweyo,+Abo baqhayisa ngoothixo abangenaxabiso.+Qubudani kuye, nonke nina bothixo.+
17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+