Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Hebhere 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+