Eksodus 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+ Isaya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngaloo mini ngokuqinisekileyo niya kuthi: “Bulelani kuYehova!+ Bizani egameni lakhe.+ Zaziseni phakathi kwezizwana izenzo zakhe.+ Likhankanyeni igama lakhe ukuba libekwe phezulu.+
11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+
4 Yaye ngaloo mini ngokuqinisekileyo niya kuthi: “Bulelani kuYehova!+ Bizani egameni lakhe.+ Zaziseni phakathi kwezizwana izenzo zakhe.+ Likhankanyeni igama lakhe ukuba libekwe phezulu.+