INdumiso 22:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zonke iziphelo zomhlaba ziya kukhumbula zibuyele kuYehova.+Nazo zonke iintsapho zeentlanga ziya kuqubuda phambi kwakho.+ Isaya 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kungenxa yoko le nto kummandla wokukhanya+ bamele bamzukise uYehova,+ balizukise naseziqithini zolwandle igama likaYehova,+ uTHIXO kaSirayeli. Roma 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+
27 Zonke iziphelo zomhlaba ziya kukhumbula zibuyele kuYehova.+Nazo zonke iintsapho zeentlanga ziya kuqubuda phambi kwakho.+
15 Kungenxa yoko le nto kummandla wokukhanya+ bamele bamzukise uYehova,+ balizukise naseziqithini zolwandle igama likaYehova,+ uTHIXO kaSirayeli.
9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+