IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 27:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Bona ububanzi bentendelezo kwicala lasempuma, ngasempumalanga, boba ziikubhite ezingamashumi amahlanu.+

  • INdumiso 97:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukukhanya kulibengezelele ilungisa,+

      Nemihlali kwabo bathe tye entliziyweni.+

  • Isaya 30:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Nokukhanya kwenyanga ehlangeneyo kumele kube njengokukhanya kwelanga eliqaqambileyo; yaye kona kanye ukukhanya kwelanga eliqaqambileyo kuya kuphindwa kasixhenxe, njengokukhanya kweemini ezisixhenxe,+ ngemini yokubopha kukaYehova ukuwa+ kwabantu bakhe aze aphilise+ kwanenxeba elikhulu elibangelwe kukubethwa nguye.

  • Isaya 43:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Ndiya kuyizisa imbewu yakho ivela empumalanga, ndikuqokelele ndawonye uvela entshonalanga.+

  • Isaya 49:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwaye wathi: “Bekungaphezu kokuba yinto engenamsebenzi ngawe ukuba ngumkhonzi wam wokuphakamisa izizwe zakwaYakobi nokuphakamisa kwanabo balondoloziweyo bakwaSirayeli;+ kanjalo ndikunike ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga,+ ukuze usindiso lwam luse eziphelweni zomhlaba.”+

  • Mika 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Umsindo kaYehova ndiya kuwuthwala—kuba ndimonile+—de achophele ityala lam aze okunene aphumeze okusesikweni ngenxa yam.+ Uya kundizisa ekukhanyeni; ndiya kukhangela ebulungiseni bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share