IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba isidiliya+ sikaYehova wemikhosi yindlu kaSirayeli, namadoda akwaYuda sisityalo awayesithanda.+ Wahlala enethemba lomgwebo,+ kodwa, khangela! kusuke kwakho ukwaphulwa komthetho; wayenethemba lobulungisa, kodwa, khangela! kusuke kwakho isikhalo!”+

  • Yeremiya 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+

  • Hoseya 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “USirayeli ngumdiliya ongcakachileyo.+ Uzivelisela isiqhamo.+ Ngokulingana nesiqhamo sakhe esininzi uzandisile izibingelelo zakhe.+ Ngokulingana nokulunga komhlaba wakhe, ubeka iintsika ezilungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share