IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+

  • Hezekile 29:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndilinikela kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ilizwe laseYiputa,+ yaye umele ayithabathe emke nayo indyebo yalo aze athabathe into eninzi yamaxhoba kulo,+ aliphange kakhulu; libe ngumvuzo womkhosi wamajoni akhe.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share