INdumiso 95:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenani, masinqule size siqubude;+Masiguqe+ phambi koYehova uMenzi wethu.+ INdumiso 100:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+ Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+