2 Kronike 36:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+ Hezekile 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Ekungahlambulukini kwakho yihambo evakalala.+ Ngenxa yokuba kwafuneka ndikuhlambulule, kodwa akuzange uhlambuluke ekungahlambulukini.+ Akusayi kuhlambuluka ndide ndibunqumamisele kuwe ubushushu bam.+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+
13 “‘Ekungahlambulukini kwakho yihambo evakalala.+ Ngenxa yokuba kwafuneka ndikuhlambulule, kodwa akuzange uhlambuluke ekungahlambulukini.+ Akusayi kuhlambuluka ndide ndibunqumamisele kuwe ubushushu bam.+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+