ABagwebi 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+ 2 Kronike 36:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+ Hezekile 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuwe bekukho nabanyelisi, ngenjongo yokuphalaza igazi;+ badlela ezintabeni kuwe.+ Baye baqhuba ihambo evakalala phakathi kwakho.+ 2 Petros 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kodwa wamhlangula uLote olilungisa,+ owayebandezeleke kakhulu kukuzifica kwihambo evakalala+ kwabantu abadelela umthetho,
6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+
14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+
9 Kuwe bekukho nabanyelisi, ngenjongo yokuphalaza igazi;+ badlela ezintabeni kuwe.+ Baye baqhuba ihambo evakalala phakathi kwakho.+
7 kodwa wamhlangula uLote olilungisa,+ owayebandezeleke kakhulu kukuzifica kwihambo evakalala+ kwabantu abadelela umthetho,