IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+

  • Duteronomi 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla.

  • INdumiso 78:68
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 68 Kodwa wanyula isizwe sakwaYuda,+

      INtaba yeZiyon, awayithandayo.+

  • Mateyu 24:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+

  • Efese 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+

  • 2 Tesalonika 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share