Isaya 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+ Isaya 45:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze abantu bazi ukususela ekuphumeni kwelanga nasekutshoneni kwalo ukuba akukho namnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+
6 ukuze abantu bazi ukususela ekuphumeni kwelanga nasekutshoneni kwalo ukuba akukho namnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+