Isaya 41:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na osebenzileyo+ wakwenza oku, ebiza izizukulwana ukususela ekuqaleni?+ “Ndim, mna Yehova, owokuQala;+ nakwabokugqibela ndikwanguye.”+ Isaya 48:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Phulaphula kum, Yakobi, nawe Sirayeli obiziweyo wam. IkwaNdim.+ Ndingowokuqala.+ Ngaphezu koko, ndingowokugqibela.+ ISityhilelo 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NdinguAlfa no-Omega,+ owokuqala nowokugqibela,+ isiqalo nesiphelo.
4 Ngubani na osebenzileyo+ wakwenza oku, ebiza izizukulwana ukususela ekuqaleni?+ “Ndim, mna Yehova, owokuQala;+ nakwabokugqibela ndikwanguye.”+
12 “Phulaphula kum, Yakobi, nawe Sirayeli obiziweyo wam. IkwaNdim.+ Ndingowokuqala.+ Ngaphezu koko, ndingowokugqibela.+