Duteronomi 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso;+ akukho wumbi ngaphandle kwakhe.+ Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+ Isaya 44:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Utsho uYehova, uMhlawuleli wakho+ noMyili wakho kwasesiswini, ukuthi: “Mna, Yehova, ndenza yonk’ into, ndolula amazulu ngokwam,+ nditwabulula umhlaba.+ Ngubani na owayekunye nam? Yeremiya 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umntu wasemhlabeni unokuzenzela na oothixo xa bengengabo oothixo?+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
24 Utsho uYehova, uMhlawuleli wakho+ noMyili wakho kwasesiswini, ukuthi: “Mna, Yehova, ndenza yonk’ into, ndolula amazulu ngokwam,+ nditwabulula umhlaba.+ Ngubani na owayekunye nam?