INdumiso 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amazwi omlomo wam nokucamngca kwentliziyo yam+Makukukholise, Yehova Liwa lam+ noMkhululi wam.+ Isaya 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+ Isaya 63:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+
6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+
16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+