Isaya 54:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Kuba uMenzi wakho Ozukileyo+ yindoda engumnini wakho,+ igama lakhe linguYehova wemikhosi;+ yaye Lowo Ungcwele kaSirayeli nguMhlawuleli wakho.+ Uya kubizwa ngokuba nguTHIXO womhlaba uphela.+
5 “Kuba uMenzi wakho Ozukileyo+ yindoda engumnini wakho,+ igama lakhe linguYehova wemikhosi;+ yaye Lowo Ungcwele kaSirayeli nguMhlawuleli wakho.+ Uya kubizwa ngokuba nguTHIXO womhlaba uphela.+