IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 66:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Oxhela inkunzi yenkomo unjengalowo uxabela umntu.+ Obingelela ngemvu unjengalowo waphula intamo yenja.+ Lowo unikela isipho—igazi lehagu!+ Lowo wenza isikhumbuzo ngentlaka yokuqhumisa+ unjengalowo ubulela ngamazwi angaqhelekanga.+ Banjengabo banyule iindlela zabo, yaye umphefumlo wabo uyoliswa zizinto zabo ezilizothe.+

  • Amosi 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa ukuba ninikela kum iminikelo etshiswa kuphele,+ andiyi kukholiswa nayiloo minikelo yenu esisipho,+ ndingayi kukhangela nakuloo mibingelelo yenu yobudlelane yamathole atyetyisiweyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share