Duteronomi 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu kodwa ayetyisi. Ayihlambulukanga ke kuni. Inyama yazo nize ningayidli, nezidumbu zazo ningazichukumisi.+ Isaya 65:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 behlala phakathi kweendawo zokungcwaba,+ bechitha ubusuku kwizindlwana zokulinda, besidla inyama yehagu,+ ezityeni zabo ingumhluzi wezinto+ ezingcolileyo; Isaya 66:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.
8 Nehagu,+ ngokuba iluthe gqiphu uphuphu kodwa ayetyisi. Ayihlambulukanga ke kuni. Inyama yazo nize ningayidli, nezidumbu zazo ningazichukumisi.+
4 behlala phakathi kweendawo zokungcwaba,+ bechitha ubusuku kwizindlwana zokulinda, besidla inyama yehagu,+ ezityeni zabo ingumhluzi wezinto+ ezingcolileyo;
17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.