1 Samuweli 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+ Isaya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele.
23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+
13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele.