Eksodus 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+ Duteronomi 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukuze ningazonakalisi,+ nizenzele umfanekiso oqingqiweyo, wawo nawuphi na umfuziselo, wembonakaliso yendoda okanye ibhinqa,+ Duteronomi 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nikhonze khona oothixo+ abayimveliso yezandla zomntu, umthi nelitye,+ ezingaboniyo nezingevayo nezingadliyo nezingajojiyo.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+ Roma 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 baza baluphethulela uzuko+ loThixo ongenakonakala kokuthile okunjengomfanekiso+ womntu onokonakala noweentaka nezidalwa ezizitho zine nezinto ezirhubuluzayo.+
4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+
16 ukuze ningazonakalisi,+ nizenzele umfanekiso oqingqiweyo, wawo nawuphi na umfuziselo, wembonakaliso yendoda okanye ibhinqa,+
28 Nikhonze khona oothixo+ abayimveliso yezandla zomntu, umthi nelitye,+ ezingaboniyo nezingevayo nezingadliyo nezingajojiyo.+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
23 baza baluphethulela uzuko+ loThixo ongenakonakala kokuthile okunjengomfanekiso+ womntu onokonakala noweentaka nezidalwa ezizitho zine nezinto ezirhubuluzayo.+