IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 waqhubeka wathi kuye: “Wabekeleni iintliziyo zenu onke amazwi endinilumkisa ngawo namhlanje,+ ukuze niwayalele oonyana benu ukuba bakunyamekele ukwenza ngokwamazwi onke alo mthetho.+

  • Hezekile 40:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Le ndoda yathetha kum yathi: “Nyana womntu,+ bona ngamehlo akho, uve ngeendlebe zakho, ukubekele intliziyo yakho konke oko ndikubonisa kona, ngenxa yokuba uziswe apha ngenjongo yokuba ndikubonise. Xelela indlu kaSirayeli yonk’ into oyibonayo.”+

  • Hoseya 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye uEfrayim ungqineke efana nehobe+ elimathileyo elingenantliziyo.+ Babiza eYiputa;+ baya eAsiriya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share