Duteronomi 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso;+ akukho wumbi ngaphandle kwakhe.+ 1 Kumkani 8:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 ukuze zonke izizwana zomhlaba zazi+ ukuba uYehova nguTHIXO oyinyaniso.+ Akakho omnye.+ Isaya 45:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 NdinguYehova, akakho omnye.+ Ngaphandle kwam akukho Thixo.+ Ndiya kukubhinqisa ngokuqinileyo, nangona ungandazanga,
5 NdinguYehova, akakho omnye.+ Ngaphandle kwam akukho Thixo.+ Ndiya kukubhinqisa ngokuqinileyo, nangona ungandazanga,