IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+

  • 1 Kumkani 18:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Bakukubona oko abantu bonke, ngoko nangoko bawa ngobuso+ baza bathi: “UYehova nguTHIXO oyinyaniso! UYehova nguTHIXO oyinyaniso!”

  • Yeremiya 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+

  • Hezekile 36:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kulingcwalisa igama lam elikhulu,+ ebelihlanjelwa phakathi kweentlanga, enilihlambeleyo phakathi kwazo; yaye iintlanga ziya kwazi ukuba ndinguYehova,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘xa ndingcwaliswa phakathi kwenu phambi kwamehlo azo.+

  • Hezekile 39:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye igama lam elingcwele ndiya kulazisa phakathi kwabantu bam amaSirayeli, ndingaliyeki lihlanjelwe kwakhona igama lam elingcwele;+ ukuze zazi iintlanga ukuba ndinguYehova,+ Lowo Ungcwele kwaSirayeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share