Duteronomi 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso;+ akukho wumbi ngaphandle kwakhe.+ 1 Kumkani 8:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 ukuze zonke izizwana zomhlaba zazi+ ukuba uYehova nguTHIXO oyinyaniso.+ Akakho omnye.+ Isaya 44:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’” Yoweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.
8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”
27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.