IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Xa amasetyana aso omile, abafazi abangenayo baya kuwaphula, bawabase.+ Kuba asisosizwana sinokuqonda okunzulu.+ Ngako oko uMenzi waso akayi kusenzela nceba, noMyili waso akayi kusibabala.+

  • Yeremiya 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yona kanye ingwamza emazulwini—iwazi kakuhle amaxesha ayo amisiweyo;+ nehobe lasendle+ nehlankomo nekhwebula—nganye iligcina kakuhle ixesha lokungena kwayo. Kodwa bona abantu bam, abawazanga umgwebo kaYehova.”’+

  • Hoseya 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuqinisekileyo abantu bam baya kuthuliswa, ngenxa yokuba akukho kwazi.+ Ngenxa yokuba ukugatyile ukwazi,+ ndiya kukugatya nawe ekukhonzeni njengombingeleli kum;+ nangenxa yokuba uqhubeka uwulibala umthetho kaThixo wakho,+ ndiya kubalibala oonyana bakho nam.+

  • Luka 19:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share