IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngokuba olu hlanga luphelelwe ngamacebo,+

      Akukho ukuqonda phakathi kwabo.+

  • Isaya 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Inkunzi yenkomo imazi kakuhle umthengi wayo, ne-esile liyawazi umkhumbi womninilo; uSirayeli yena akazi,+ abantu bam abaziphathanga ngokuqonda.”+

  • Yeremiya 4:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+

  • Hoseya 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuqinisekileyo abantu bam baya kuthuliswa, ngenxa yokuba akukho kwazi.+ Ngenxa yokuba ukugatyile ukwazi,+ ndiya kukugatya nawe ekukhonzeni njengombingeleli kum;+ nangenxa yokuba uqhubeka uwulibala umthetho kaThixo wakho,+ ndiya kubalibala oonyana bakho nam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share