INdumiso 80:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Sitshiswa ngomlilo, siyanqunyulwa.+Bayatshabalala kukukhalinyelwa bubuso bakho.+ Isaya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kusaya kubakho inxalenye yeshumi kulo,+ kodwa nayo iya kutshiswa, njengomthi omkhulu nanjengomthi oxandileyo othi, xa ugawulwe,+ ube nesiphunzi;+ yimbewu engcwele ke isiphunzi eso.”+ Hezekile 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Kanye njengomthi womdiliya phakathi kwemithi yehlathi, endiwunikele emlilweni njengesibaso, ngokunjalo ndibanikele abemi baseYerusalem.+ Mateyu 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Izembe+ sele libekiwe engcanjini yemithi; ngoko, wonke umthi ongavelisi siqhamo sihle uya kugawulwa+ uze uphoswe emlilweni.+ Yohane 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ongahlali emanyene nam, ulahlelwa phandle njengesebe ibe uyoma; yaye abantu bayawahlanganisa loo masebe baze bawaphose emlilweni atshe.+
13 Kusaya kubakho inxalenye yeshumi kulo,+ kodwa nayo iya kutshiswa, njengomthi omkhulu nanjengomthi oxandileyo othi, xa ugawulwe,+ ube nesiphunzi;+ yimbewu engcwele ke isiphunzi eso.”+
6 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Kanye njengomthi womdiliya phakathi kwemithi yehlathi, endiwunikele emlilweni njengesibaso, ngokunjalo ndibanikele abemi baseYerusalem.+
10 Izembe+ sele libekiwe engcanjini yemithi; ngoko, wonke umthi ongavelisi siqhamo sihle uya kugawulwa+ uze uphoswe emlilweni.+
6 Nabani na ongahlali emanyene nam, ulahlelwa phandle njengesebe ibe uyoma; yaye abantu bayawahlanganisa loo masebe baze bawaphose emlilweni atshe.+