IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ilizwe labo lizaliswe ngoothixo abangenaxabiso.+ Baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, koko kwenziwe yiminwe yabo.+

  • Isaya 44:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa okuseleyo kuwo wenza ngako uthixo, umfanekiso wakhe oqingqiweyo. Uqubuda kuwo aze athobe athandaze kuwo athi: “Ndihlangule, kuba unguthixo wam.”+

  • Daniyeli 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 xa nithe neva isandi sesigodlo, nesempempe, nesekitare, nesohadi olunxantathu, nesomrhubhe, nesempempe enengxowa, nesazo zonke iintlobo zezixhobo zomculo,+ yiwani phantsi ninqule umfanekiso wegolide awumisileyo uNebhukadenetsare ukumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share