Isaya 36:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Baphi na oothixo baseHamati+ neArpadi?+ Baphi na oothixo baseSefarvayim?+ Baye bayihlangula na iSamariya esandleni sam?+ Isaya 37:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. Isaya 45:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+ Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
19 Baphi na oothixo baseHamati+ neArpadi?+ Baphi na oothixo baseSefarvayim?+ Baye bayihlangula na iSamariya esandleni sam?+
38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+