Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Isaya 41:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Velisani nize nisixelele izinto eziza kwenzeka. Izinto zokuqala—oko zazikuko—zixeleni, ukuze sibeke intliziyo yethu size sazi ikamva lazo. Okanye siviseni zona kanye izinto ezizayo.+ Isaya 42:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Izinto zokuqala—zifikile,+ kodwa ndixela izinto ezintsha. Phambi kokuba ziqalise ukuntshula, ndinivisa zona.”+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
22 “Velisani nize nisixelele izinto eziza kwenzeka. Izinto zokuqala—oko zazikuko—zixeleni, ukuze sibeke intliziyo yethu size sazi ikamva lazo. Okanye siviseni zona kanye izinto ezizayo.+
9 “Izinto zokuqala—zifikile,+ kodwa ndixela izinto ezintsha. Phambi kokuba ziqalise ukuntshula, ndinivisa zona.”+