Isaya 42:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Izinto zokuqala—zifikile,+ kodwa ndixela izinto ezintsha. Phambi kokuba ziqalise ukuntshula, ndinivisa zona.”+ 2 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+
9 “Izinto zokuqala—zifikile,+ kodwa ndixela izinto ezintsha. Phambi kokuba ziqalise ukuntshula, ndinivisa zona.”+
21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+