IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba indlu kaSirayeli nendlu kaYuda ngokuqinisekileyo zindenzele ubuqhophololo,” utsho uYehova.+

  • Yeremiya 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Owu ukuba nje bendinendawo yokuhlala yabahambi entlango!+ Bendiya kubashiya abantu bam ndize ndimke kubo, kuba bonke bangabakrexezi,+ indibano yamaqhophololo;+

  • Malaki 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYuda wenze ngobuqhophololo, kwaza kwenziwa into ecekisekayo kwaSirayeli naseYerusalem;+ kuba uYuda ubuhlambele ubungcwele bukaYehova,+ obo Yena abuthandileyo, kwaye uthabathe intombi yothixo wasemzini njengomtshakazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share