IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ulilungisa,+ Yehova, xa ndimangala kuwe, eneneni naxa ndithetha nawe ngomgwebo. Kutheni na iphumelele indlela yabangendawo,+ bonke abo benza ngobuqhophololo ingabo abangakhathazekanga?

  • Hoseya 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Baqhubene ngobuqhophololo noYehova,+ kuba bazele oonyana basemzini.+ Ke kaloku inyanga iya kubaqwenga bona nezahlulo zabo.+

  • Hoseya 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa bona ngokwabo, njengomntu wasemhlabeni, bawugqithile umnqophiso.+ Kukho apho baqhubene ngobuqhophololo nam.+

  • Malaki 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYuda wenze ngobuqhophololo, kwaza kwenziwa into ecekisekayo kwaSirayeli naseYerusalem;+ kuba uYuda ubuhlambele ubungcwele bukaYehova,+ obo Yena abuthandileyo, kwaye uthabathe intombi yothixo wasemzini njengomtshakazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share