Yeremiya 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndingakuxolela njani na ngayo yona kanye le nto? Oonyana bakho bandishiyile, bafunga+ into engengoThixo.+ Ndandibanelisa,+ kodwa baqhubeka bekrexeza,+ kwaye bahamba bengumkhosi ukuya endlwini yomfazi ongunongogo. Yeremiya 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ilizwe lizaliswe+ ngabakrexezi.+ Kuba ngenxa yesiqalekiso ilizwe lizilile,+ amadlelo asentlango omile;+ nekhondo labo libi, namandla abo akalunganga. Hoseya 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bonke bangabakrexezi,+ njengeziko elibaswa ngumbhaki, oyekayo ukukhwezela emva kokuxova intlama ide inyuke.
7 Ndingakuxolela njani na ngayo yona kanye le nto? Oonyana bakho bandishiyile, bafunga+ into engengoThixo.+ Ndandibanelisa,+ kodwa baqhubeka bekrexeza,+ kwaye bahamba bengumkhosi ukuya endlwini yomfazi ongunongogo.
10 Kuba ilizwe lizaliswe+ ngabakrexezi.+ Kuba ngenxa yesiqalekiso ilizwe lizilile,+ amadlelo asentlango omile;+ nekhondo labo libi, namandla abo akalunganga.
4 Bonke bangabakrexezi,+ njengeziko elibaswa ngumbhaki, oyekayo ukukhwezela emva kokuxova intlama ide inyuke.