IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.

  • IMizekeliso 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ongendawo uyasithabatha isinyobo esifubeni+ aze agqwethe isigwebo.+

  • Isaya 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+

  • Mika 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+

  • Yakobi 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa ukuba niqhubeka nibonisa umkhethe,+ niyona, kuba niyohlwaywa ngumthetho+ njengabanxaxhayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share