Yeremiya 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+
8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+