IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Owu hayi indlela idolophu ethembekileyo+ eye yaba ngunongogo ngayo!+ Yayizaliswe kokusesikweni;+ ubulungisa babudla ngokuhlala kuyo,+ kodwa ngoku ngababulali.+

  • Hezekile 23:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko ke ndamnikela esandleni sabo bathandana naye,+ esandleni soonyana baseAsiriya, abo wayebakhanuka.+

  • Hoseya 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Mseni ematyaleni nonyoko;+ mseni ematyaleni, ngokuba akangomfazi wam+ yaye andiyondoda yakhe.+ Yaye ufanele alahle ubuhenyu bakhe phambi kwakhe nezenzo zakhe zokukrexeza phakathi kwamabele akhe,+

  • Hoseya 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share