Yoshuwa 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+ Mateyu 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+ Roma 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye, nangona engazange abe buthathaka elukholweni, wawuqwalasela umzimba wakhe, owawusele ufile,+ njengoko wayemalunga neminyaka elikhulu ubudala,+ nesibeleko sikaSara esasifile.+
3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+
11 Kodwa ndithi kuni baninzi abaya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nakwimimandla yasentshonalanga,+ bangqendeve etafileni noAbraham noIsake noYakobi ebukumkanini+ bamazulu;+
19 Yaye, nangona engazange abe buthathaka elukholweni, wawuqwalasela umzimba wakhe, owawusele ufile,+ njengoko wayemalunga neminyaka elikhulu ubudala,+ nesibeleko sikaSara esasifile.+