IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”

  • Duteronomi 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+

  • INdumiso 33:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova,+

      Abantu abanyule njengelifa lakhe.+

  • Amosi 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Ndaze nina kuphela+ kuzo zonke iintsapho zomhlaba.+ Kungenxa yoko le nto ndiya kuniphendulisa ngazo zonke iziphoso zenu.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share