Duteronomi 28:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+ 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Estere 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani. INdumiso 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Owu lutshaba, iziphanziso zakho zifikelele esiphelweni sazo esingunaphakade,+Nezixeko ozincothuleyo.+Nokukhankanywa kwazo kuya kutshabalala.+ Isaya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+
55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
6 Owu lutshaba, iziphanziso zakho zifikelele esiphelweni sazo esingunaphakade,+Nezixeko ozincothuleyo.+Nokukhankanywa kwazo kuya kutshabalala.+
24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+