Isaya 45:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Mna ndivuse uthile ngobulungisa,+ yaye zonke iindlela zakhe ndiya kuzityeneneza.+ Nguye oya kusakha isixeko sam,+ nabam abasekuthinjweni uya kubayeka bahambe,+ kungekhona ngexabiso+ nangokunyotywa,” utsho uYehova wemikhosi. 1 Petros 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba niyazi ukuba anihlangulwanga+ ngezinto ezinokonakala,+ njengesilivere okanye igolide, kwihambo yenu engenasiqhamo enayifumana ngokwesithethe kookhokho benu.
13 “Mna ndivuse uthile ngobulungisa,+ yaye zonke iindlela zakhe ndiya kuzityeneneza.+ Nguye oya kusakha isixeko sam,+ nabam abasekuthinjweni uya kubayeka bahambe,+ kungekhona ngexabiso+ nangokunyotywa,” utsho uYehova wemikhosi.
18 Kuba niyazi ukuba anihlangulwanga+ ngezinto ezinokonakala,+ njengesilivere okanye igolide, kwihambo yenu engenasiqhamo enayifumana ngokwesithethe kookhokho benu.